ThulisileKilani

4.5K posts

ThulisileKilani banner
ThulisileKilani

ThulisileKilani

@GeneralKilani45

Yo Mum's Favourite Son-In-Law ... Chief Executive Officer @ Generals Mobile Shop & Welisile Sec TrainingCentre | No1 Hustler | Former Security Agent

Dimbaza Katılım Temmuz 2015
723 Takip Edilen1K Takipçiler
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
Tyhini My Friend benza kakhulu, bathengisa noMvusa 🍆 🤭🙈🙊🙉😜
Suomi
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
#ChooseDay Akumnandi ukuba sesi Siduko so 🐍 Vela nje Sirhubuluze ukungena kwi BEE ... Aaah Manywana , Jola , Mphankomo !!! Okanye ndivusa uchuku 😜🙈🙊🙉😉 @UWFM88_106FM
Indonesia
0
0
1
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
#AbsaPrem Asizolala Sitye lonto ma Bhakaniya ... Nani benimdinga 3 Points 😜🙉🙈🙊😉🏃🏃🏃
Filipino
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
Avanza Driver yathetha Kabuhlungu Please My Friend ( Pakistan) " Small Close the Door, do not Gwaaaaadla " njengala Bhuti wohlikileyo) 😜🙉🙈🙊😉🤭🤭🤭🙆🤦😜 #ChooseDay
Filipino
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
NP : Dj Uniform ft Stationery - #Back2School 💃🕺🥁🎻🎹🎻🎛️ Iyatsho lengoma Fellows, abantu baqhekekelwe ziintloko
Indonesia
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
Neeetha Mvula , kwatsho kwaphola ... Amakhosi ajabulile
Indonesia
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
Hahah ... Tyhini Dj , cima cima lo kwaloo mculo xa kunjalo🙉🙊🙈🏃🏃 #SundayMemes sakuyigqiba nini into yokhalelwa ngumntu osemoyeni😜🤔
Filipino
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
#DimbazaMemes Usokole amanzi acocekileyo , uphinde usokole ne Taxi eStopin sase Polas... Yhoooh andiyiqhelanga ke lento eGqobhasi Mna 🚶🚶🚶
Filipino
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
#2020Things Akumnandi ukuPlitwa 😘❤️😍... Ngelishwa ke I don't Kiss and Tell
Indonesia
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
#FridayMemes Bayanyamezela kodwa onomdade bethu. Imbi ke lento ndiyibone namhlanje 🙄🙊🙉🙈🤦🙆 Umjita izithe umbrella, ndaweni yokunika Nkazana lena ahamba nayo... Xa ndimbuza uthe ngu 2020 Ncncnc!!! Dyolaaani — feeling disappointed
Indonesia
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
Yheeey eza mali zicelwayo ze Strongbow kwa Coke or Ncanes , Yapheli Pokotho... 😜🙈🙊🙉😉🏃🏃🏃
HT
0
0
0
0
ThulisileKilani
ThulisileKilani@GeneralKilani45·
#NYE Nabo oJola 🐍 Sele Bekrubuluze bangena ku 2020. Bathi Zintsikelelo kwicala leze Zimami kunye neMvula Waya Waya #ChooseDay
Indonesia
0
0
0
0