
Indigenous Languages Action Forum
5K posts

Indigenous Languages Action Forum
@ActionLanguages
We promote the use & development of South African #indigenouslanguages Tswana| Sotho| Ndebele| Xhosa| Zulu| Khoekhoewab| Venda| Swati| Sepedi| Tsonga| Afrikaans









Bantu basePhondweni, Masizibuze imibuzo enyanisekileyo: 1. Bangaphi abantu basePhondweni ababeyazi ngokwenene inkosi okanye ukumkani wamaRharhabe phambi kokuba loo mntu waseNigeria azibhengeze ngokungafanelekanga njenge “Kumkani yakuGompo”? 2. Bangaphi abawaziyo umahluko phakathi kwamaRharhabe namaGcaleka? 3. Bangaphi abslaziyo igama likaKumkani omkhulu wamaXhosa? Bangaphi abasaya kwimibhiyozo yokubekwa kwakhe esihlalweni okanye abathatha inxaxheba kwiimbizo zesintu? 4. Yeyiphi ipesenti yabantu eyaziyo iinkosi zeendawo abahlala kuzo - ukusuka phaya eGqeberha, Gompo, Komani ukuya kungena ezilalini? 5. Bangaphi abaya kwiintlanganiso ezibizwa nguKumkani wamaThembu, kwaye bangaphi abakholwayo okanye abathabatha inxaxheba ngokwenene kwinkqubo yesintu? 6. Bangaphi abawaziyo ookumkani bamaMpondomise, amaMpondo, amaBomvana, namaBhaca? 7. Bangaphi abawaziyo umahluko phakathi kokutyityimba nokuxhentsa xa kuthelekiswa nokujiva? 8. Bangaphi abasawagcinileyo amasiko ookhokho babo xa uthelekisa nabaya ezikolweni nasenkonzweni? Makhe sithethe inyani


This video was taken in 1931 by the British of a Zulu girl singing and playing a traditional musical instrument.




South Africa makes the best music in the world.

That switch from French to isiXhosa 🇿🇦🐐🕊️ Track ID: Miriam Makeba - The Click Song (Qongqonthwane) 1960




Animal Farm in Sepedi!

Animal Farm in Sepedi!







